IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 35:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Kwathi ke ngethuba lokuphuma komphefumlo wakhe+ (kuba wafa)+ wamthiya igama elinguBhen-oni; kodwa uyise wathi nguBhenjamin+.

  • Genesis 42:38
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 38 Noko ke, yena wathi: “Unyana wam akasayi kuhla nani, kuba umntakwabo ufile kwaye yena usele yedwa.+ Ukuba uthe wahlelwa yingozi ebulalayo endleleni eniyihambayo, ngokuqinisekileyo ke ngoko niya kuzihlisela izimvi zam eShiyol+ ndisentlungwini.”

  • Genesis 43:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Bathi bona: “Indoda leyo yabuza ngokungqalileyo ngathi nangezalamane zethu, yathi, ‘Usaphila na uyihlo?+ Ninaye na omnye umntakwenu?’ saza sayixelela ke ngokwezo zibakala.+ Besiya kwazi njani na ngokuqinisekileyo ukuba ibiza kuthi, ‘Yihlani+ nomntakwenu’?”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share