Genesis 33:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ekuhambeni kwexesha uYakobi wafika enqabisekile kwisixeko sakwaShekem,+ esisezweni lakwaKanan,+ evela ePadan-aram;+ yaye wamisa inkampu phambi kweso sixeko. Hoseya 12:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 UYakobi wabaleka waya kwintsimi yaseSiriya,+ uSirayeli+ wakhonza ngenxa yomfazi,+ yaye ngenxa yomfazi walusa izimvu.+
18 Ekuhambeni kwexesha uYakobi wafika enqabisekile kwisixeko sakwaShekem,+ esisezweni lakwaKanan,+ evela ePadan-aram;+ yaye wamisa inkampu phambi kweso sixeko.
12 UYakobi wabaleka waya kwintsimi yaseSiriya,+ uSirayeli+ wakhonza ngenxa yomfazi,+ yaye ngenxa yomfazi walusa izimvu.+