Isaya 35:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kwaye umhlaba obharhiswe bubushushu uya kuba njengechibi elineengcongolo, nomhlaba onxaniweyo ube njengemithombo yamanzi.+ Kwindawo ababutha kuyo oodyakalashe,+ kuya kubakho ingca eluhlaza kunye neengcongolo nezityalo zomkhanzi.+ Isaya 49:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Abayi kulamba,+ bengayi kunxanwa,+ nolophu okanye ilanga aliyi kubabetha.+ Kuba Lowo unosizi ngabo uya kubakhokela,+ kwaye uya kubakhaphela emithonjeni yamanzi.+
7 Kwaye umhlaba obharhiswe bubushushu uya kuba njengechibi elineengcongolo, nomhlaba onxaniweyo ube njengemithombo yamanzi.+ Kwindawo ababutha kuyo oodyakalashe,+ kuya kubakho ingca eluhlaza kunye neengcongolo nezityalo zomkhanzi.+
10 Abayi kulamba,+ bengayi kunxanwa,+ nolophu okanye ilanga aliyi kubabetha.+ Kuba Lowo unosizi ngabo uya kubakhokela,+ kwaye uya kubakhaphela emithonjeni yamanzi.+