IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 1:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Wahlabela mgama ke uThixo wathi: “Makubekho izikhanyiso esibhakabhakeni samazulu ukuze zahlukanise imini nobusuku;+ yaye zimele zibe yimiqondiso yamaxesha nemihla neminyaka.+

  • INtshumayeli 1:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Kumka esinye isizukulwana,+ kufike esinye isizukulwana;+ kodwa umhlaba umi ixesha elingenammiselo.+

  • Yeremiya 33:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 “Utsho uYehova ukuthi, ‘Ukuba ninokuwaphula umnqophiso wam wemini nomnqophiso wam wobusuku, ukuze imini nobusuku zingabikho ngexesha lazo,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share