Duteronomi 14:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 “Nize ningayidli nayiphi na into ezifeleyo.+ Ungayinika umphambukeli osemasangweni akho, ayidle; okanye kungathengiswa ngayo kowasemzini, ngokuba usisizwana esingcwele kuYehova uThixo wakho. “Uze ungalipheki itakane ngobisi lukanina.+ IMizekeliso 12:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ilungisa liyawunyamekela umphefumlo wesilwanyana sasekhaya,+ kodwa inceba yabangendawo iyinkohlakalo.+
21 “Nize ningayidli nayiphi na into ezifeleyo.+ Ungayinika umphambukeli osemasangweni akho, ayidle; okanye kungathengiswa ngayo kowasemzini, ngokuba usisizwana esingcwele kuYehova uThixo wakho. “Uze ungalipheki itakane ngobisi lukanina.+
10 Ilungisa liyawunyamekela umphefumlo wesilwanyana sasekhaya,+ kodwa inceba yabangendawo iyinkohlakalo.+