IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 49:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Uze ungangeni kwiqela lamakholwane abo,+ mphefumlo wam. Ungazibandakanyi+ kwigqugula labo, luzuko lwam, kuba ngomsindo wabo babulala abantu,+ baza ngokungabi nalwazelelelo kwabo bazinqumla imisipha iinkunzi zeenkomo.

  • ABagwebi 1:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 UAdoni-bhezeki wathi: “Bekukho amashumi asixhenxe ookumkani benqunyulwe oosithupha bezandla zabo noobhontsi beenyawo zabo bechola-chola ukutya phantsi kwetafile yam. Kanye ngendlela endenze ngayo, ngoko uThixo undibuyekezile.”+ Emva koko bamzisa eYerusalem+ waza wafela apho.

  • 1 Samuweli 11:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Wandula ke uNahashe umAmoni wathi kuwo: “Ngalo mqathango ndiya kwenza umnqophiso nani, ngomqathango wokuba ndinikrukre+ nonke iliso lasekunene, yaye ndimele ndikubeke oko njengongcikivo phezu koSirayeli wonke.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share