IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 33:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Kodwa wathi kuye: “Inkosi yam iyazi ukuba abantwana babuthathaka yaye kufuneka ndicingele+ nezimvu kwaneenkomo ezanyisayo, yaye ukuba zikhe zaxheshwa usuku nje olunye, ngokuqinisekileyo ungafa wonke lo mhlambi.+

  • Eksodus 23:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 “Uze uwenze umsebenzi wakho imihla emithandathu;+ kodwa uze uwuyeke ngomhla wesixhenxe, ukuze iphumle inkunzi yakho yenkomo ne-esile lakho, akhe azihlaziye unyana wekhobokazana lakho nomphambukeli.+

  • Duteronomi 22:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 “Uze ungathi ulibona iesile lomzalwana wakho okanye inkunzi yakhe yenkomo iwile endleleni, uzisithelise ngabom kuzo. Ufanele nakanjani na umncedise ukuzivusa.+

  • Duteronomi 22:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 “Uze ungalimi ngenkunzi yenkomo ne-esile kunye.+

  • Duteronomi 25:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 “Uze ungayifaki isicheme inkunzi yenkomo ibhula.+

  • Yona 4:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Yaye mna andifanele na ndibe nosizi ngeNineve isixeko esikhulu,+ ekukho kuyo abantu abangaphezu kwekhulu elinamashumi amabini amawaka abangawaziyo konke konke umahluko phakathi kwesandla sabo sasekunene nesasekhohlo, ngaphandle kwezilwanyana zasekhaya ezininzi?”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share