Eksodus 34:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “Kugcine oko ndikuyalela kona namhlanje.+ Yabona ndowagxotha phambi kwakho ama-Amori namaKanan namaHiti namaPerizi namaHivi namaYebhusi.+ Yoshuwa 5:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kwathi uYoshuwa engaseYeriko waphakamisa amehlo akhe yaye khangela, apho kwakukho indoda+ imi phambi kwakhe irhole ikrele layo iliphethe ngesandla.+ Ngoko uYoshuwa waya kuyo waza wathi kuyo: “Ngaba ungakuthi okanye ungakwiintshaba zethu?” Yoshuwa 24:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 “‘Ekugqibeleni ndanizisa kwilizwe lama-Amori awayehleli ngaphesheya kweYordan, yaye alwa nani.+ Ndawanikela esandleni senu ukuze ilizwe lawo libe lilifa kuni, kwaye ndawabhubhisa phambi kwenu.+
11 “Kugcine oko ndikuyalela kona namhlanje.+ Yabona ndowagxotha phambi kwakho ama-Amori namaKanan namaHiti namaPerizi namaHivi namaYebhusi.+
13 Kwathi uYoshuwa engaseYeriko waphakamisa amehlo akhe yaye khangela, apho kwakukho indoda+ imi phambi kwakhe irhole ikrele layo iliphethe ngesandla.+ Ngoko uYoshuwa waya kuyo waza wathi kuyo: “Ngaba ungakuthi okanye ungakwiintshaba zethu?”
8 “‘Ekugqibeleni ndanizisa kwilizwe lama-Amori awayehleli ngaphesheya kweYordan, yaye alwa nani.+ Ndawanikela esandleni senu ukuze ilizwe lawo libe lilifa kuni, kwaye ndawabhubhisa phambi kwenu.+