Nehemiya 9:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 “Wabanika ubukumkani+ nezizwana, nokubahlulela amacandelo ngamacandelo;+ kangangokuba balidla ilifa ilizwe lakwaSihon,+ nelizwe likakumkani waseHeshbhon,+ nelizwe likaOgi+ ukumkani waseBhashan.+ INdumiso 135:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 KwanoSihon ukumkani wama-Amori+No-Ogi ukumkani waseBhashan+Nazo zonke izikumkani zakwaKanan,+
22 “Wabanika ubukumkani+ nezizwana, nokubahlulela amacandelo ngamacandelo;+ kangangokuba balidla ilifa ilizwe lakwaSihon,+ nelizwe likakumkani waseHeshbhon,+ nelizwe likaOgi+ ukumkani waseBhashan.+