IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yoshuwa 11:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Kwaye uYoshuwa walithabatha lonke eli lizwe, ummandla weentaba nayo yonke iNegebhi+ nalo lonke ilizwe laseGoshen+ neShefela+ neArabha+ nommandla weentaba wakwaSirayeli neShefela yawo,+

  • Yoshuwa 21:44
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 44 Ngapha koko, uYehova wabanika ukuphumla+ entweni yonke, kuko konke awayekufungile+ kookhokho babo, kwaye akukho nalunye kwiintshaba zabo olwema phambi kwabo.+ UYehova wazinikela esandleni sabo zonke iintshaba zabo.+

  • Nehemiya 9:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Ngoko oonyana babo+ beza balidla ilifa ilizwe,+ waboyisa+ phambi kwabo abemi belizwe, amaKanan,+ waza wabanikela esandleni sabo, kwanookumkani babo+ nezizwana zelo lizwe,+ ukuba benze abakuthandayo kuzo.+

  • INdumiso 78:55
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 55 Ngenxa yabo wazigxotha iintlanga,+

      Waza ngolutya lokulinganisa wababela ilifa,+

      Ukuze abangele izizwe zakwaSirayeli zihlale emakhayeni azo.+

  • INdumiso 105:44
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 44 Wabanika amazwe eentlanga,+

      Badla ilifa imveliso yomsebenzi onzima wamaqela eentlanga,+

  • IZenzo 7:45
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 45 Yaye nookhokho bethu abalandelayo bayizisa noYoshuwa+ kwilizwe elalileleentlanga,+ ezo uThixo wazityhalela ngaphandle zemka phambi kookhokho bethu.+ Yahlala apha kwada kwayimihla kaDavide.

  • IZenzo 13:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Emva kokutshabalalisa iintlanga ezisixhenxe kwilizwe lakwaKanan, wababela ilizwe lazo ngeqashiso:+

  • Hebhere 11:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 Ngokholo iindonga zaseYeriko zawa phantsi emva kokuba zazirhawulwe kangangeentsuku ezisixhenxe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share