IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yoshuwa 23:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 nifanele nazi ngokuqinisekileyo ukuba uYehova uThixo wenu akayi kuqhubeka ezihlutha ilizwe lazo ezi ntlanga ngenxa yenu;+ kwaye ziya kuba njengesibatha nanjengomgibe nanjengekatsi kumaphango enu+ nanjengameva emehlweni enu de nitshabalale kulo mhlaba ulungileyo uYehova uThixo wenu aninike wona.+

  • ABagwebi 1:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Kwaye uSirayeli womelela+ waza wawasebenzisa amaKanan ngokuwaqhuba ngebhaxa,+ yaye akazange awagxothe ngokupheleleyo.+

  • ABagwebi 2:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Ngoko mna ndathi, ‘Andisayi kubagxotha phambi kwenu, yaye bamele babe ngumgibe kuni,+ noothixo babo baya kuba sisirhintyelo kuni.’”+

  • INdumiso 106:36
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 36 Bakhonza izithixo zazo,+

      Zona ke ezi zaba ngumgibe kubo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share