Eksodus 19:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Wanyuka uMoses waya kuTHIXO oyinyaniso, waza uYehova wambiza esentabeni apho,+ wathi: “Yitsho kwindlu kaYakobi, uxelele oonyana bakaSirayeli, uthi, Eksodus 25:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Njengako konke endikubonisa kona okungumfanekiselo womnquba nomfanekiselo wempahla yawo yonke, yindlela leyo enowenza ngayo.+ Eksodus 27:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Wosenza ngamaplanga, sibe holoholo. Njengoko waboniswa ngako entabeni, mabenjenjalo.+ IZenzo 7:44 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 44 “Ookhokho bethu babenayo intente yobungqina entlango, kanye njengoko wabanika imiyalelo xa wayethetha kuMoses ukuba ayenze ngokomfanekiselo awayewubonile.+ Hebhere 8:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 kodwa abo bantu banikela inkonzo engcwele eyintsobi+ nesithunzi+ sezinto zasezulwini; kanye njengokuba uMoses, xa wayesele eza kuyigqiba intente,+ wanikwa umyalelo wobuthixo:+ Kuba uthi: “Uze uqinisekise ukuba zonke izinto uzenza ngokomfanekiselo wazo owawuboniswayo entabeni.”+
3 Wanyuka uMoses waya kuTHIXO oyinyaniso, waza uYehova wambiza esentabeni apho,+ wathi: “Yitsho kwindlu kaYakobi, uxelele oonyana bakaSirayeli, uthi,
9 Njengako konke endikubonisa kona okungumfanekiselo womnquba nomfanekiselo wempahla yawo yonke, yindlela leyo enowenza ngayo.+
44 “Ookhokho bethu babenayo intente yobungqina entlango, kanye njengoko wabanika imiyalelo xa wayethetha kuMoses ukuba ayenze ngokomfanekiselo awayewubonile.+
5 kodwa abo bantu banikela inkonzo engcwele eyintsobi+ nesithunzi+ sezinto zasezulwini; kanye njengokuba uMoses, xa wayesele eza kuyigqiba intente,+ wanikwa umyalelo wobuthixo:+ Kuba uthi: “Uze uqinisekise ukuba zonke izinto uzenza ngokomfanekiselo wazo owawuboniswayo entabeni.”+