IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 38:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Wandula ke wenza iimpondo zaso+ ezimbombeni zaso zone. Zavela kuso iimpondo zaso. Waza wasaleka ngobhedu.+

  • Numeri 16:38
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 38 kwaneengcedevu zaba bantu bonileyo nxamnye nemiphefumlo yabo.+ Yaye bamele bazenze iipleyiti zesinyithi ezicekethekileyo zokwaleka isibingelelo,+ ngokuba bazisondeze phambi koYehova, zangcwaliswa; zoba ngumqondiso koonyana bakaSirayeli.’”+

  • 1 Kumkani 8:64
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 64 Ngaloo mini ukumkani kwafuneka angcwalise umphakathi wentendelezo ephambi kwendlu kaYehova,+ ngenxa yokuba wayeza kuwenzela apho umbingelelo otshiswayo nomnikelo wokudla okuziinkozo namanqatha emibingelelo yobudlelane; kuba isibingelelo sobhedu+ esiphambi koYehova sasisincinane kakhulu ukuba singaqulatha umbingelelo otshiswayo nomnikelo wokudla okuziinkozo namanqatha+ ombingelelo wobudlelane.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share