IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 16:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Waza wathetha kuKora nakwindibano yakhe iphela, esithi: “Kusasa uYehova uya kusazisa lowo ongowakhe+ nalowo ongcwele+ nalowo omele asondele kuye,+ yaye nokuba ngubani na amnyulileyo,+ nguye lowo oya kusondela kuye.

  • Numeri 17:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Wathi ke ngoko uYehova kuMoses: “Yibuyisele intonga ka-Aron+ phambi kweSingqino ukuze igcinwe njengomqondiso+ koonyana bemvukelo,+ kuze kupheliswe ukundimbombozelela kwabo, ukuze bangafi.”

  • Numeri 26:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Ngoko ke umhlaba wawuvula umlomo wawo waza wabaginya.+ UKora yena, wafa ekufeni kwendibano ngethuba umlilo wadla amadoda angamakhulu amabini anamashumi mahlanu.+ Yaye aba ngumfuziselo.+

  • 1 Timoti 5:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Bohlwaye+ ekuhleni abantu abaqhelisela isono,+ khon’ ukuze nabanye boyike ukona.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share