Eksodus 8:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kamva uYehova wathi kuMoses: “Yithi kuAron, ‘Yolula isandla sakho eso sinentonga yakho+ phezu kwemilambo, nemijelo yomNayile, namachibi aneengcongolo uze wenze amasele anyuke eze ezweni laseYiputa.’” Eksodus 17:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Wandula uYehova wathi kuMoses: “Dlulela phambi kwabantu+ uze uthabathe kunye nawe athile kumadoda amakhulu akwaSirayeli kwanentonga yakho owabetha ngayo uMlambo umNayile.+ Yiphathe esandleni sakho uze uhambe. Numeri 20:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ngoko uMoses wasiphakamisa isandla sakhe waza wayibetha kabini ingxondorha ngentonga yakhe; kwaphuma amanzi amaninzi, yasela indibano namaqegu abo.+
5 Kamva uYehova wathi kuMoses: “Yithi kuAron, ‘Yolula isandla sakho eso sinentonga yakho+ phezu kwemilambo, nemijelo yomNayile, namachibi aneengcongolo uze wenze amasele anyuke eze ezweni laseYiputa.’”
5 Wandula uYehova wathi kuMoses: “Dlulela phambi kwabantu+ uze uthabathe kunye nawe athile kumadoda amakhulu akwaSirayeli kwanentonga yakho owabetha ngayo uMlambo umNayile.+ Yiphathe esandleni sakho uze uhambe.
11 Ngoko uMoses wasiphakamisa isandla sakhe waza wayibetha kabini ingxondorha ngentonga yakhe; kwaphuma amanzi amaninzi, yasela indibano namaqegu abo.+