IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 26:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 Wolixhoma ikhuselo emagwegweni uze uyingenise ityeya yesingqino+ ngaphaya kwekhuselo; lothi ke ikhuselo linahlukanisele phakathi kweNgcwele+ neYona Ngcwele.+

  • Eksodus 40:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Woyibeka khona ityeya yesingqino+ uze uvale ngekhuselo ukuba kungasondelwa kwiTyeya leyo.+

  • Hebhere 6:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Eli themba+ sinalo elifana neankile yomphefumlo, liqinisekile yaye liqinile, lide lifikelele ngaphaya kwekhuselo,+

  • Hebhere 9:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Kuba kwakhiwa icandelo lokuqala lentente+ ekwakukho kulo isiphatho sezibane+ kwanetafile+ nesiboniso sezonka;+ yaye libizwa ngokuthi “iNdawo Engcwele.”+

  • Hebhere 9:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Kodwa ngemva kwekhuselo+ lesibini kwakukho icandelo lentente elibizwa ngokuthi “eYona Ngcwele.”+

  • Hebhere 10:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 leyo ayisungule ngenxa yethu njengendlela entsha nephilayo ngalo ikhuselo,+ oko kukuthi, inyama yakhe,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share