IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 4:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Ekumkeni kwenkampu bamele bangene uAron noonyana bakhe, balithule ikhuselo lomkhusane+ baze bayigubungele ngalo ityeya+ yesingqino.

  • Hebhere 9:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Kodwa ngemva kwekhuselo+ lesibini kwakukho icandelo lentente elibizwa ngokuthi “eYona Ngcwele.”+

  • Hebhere 10:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 leyo ayisungule ngenxa yethu njengendlela entsha nephilayo ngalo ikhuselo,+ oko kukuthi, inyama yakhe,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share