Levitikus 3:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 “‘Ngummiselo ezizukulwaneni zenu lowo, kwiindawo zonke enihlala kuzo, kuse kwixesha elingenammiselo, ukuba: Nimele ningadli nqatha nagazi+ konke konke.’” Levitikus 4:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 “‘Makawasuse onke amanqatha enkunzi yenkomo yomnikelo wesono, umhlehlo ogubungele amathumbu, namanqatha onke asemathunjini,+ INdumiso 69:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kuba ukuzondelela indlu yakho ngokupheleleyo kundidlile,+Ungcikivo lwabo bakungcikivayo luphezu kwam.+
17 “‘Ngummiselo ezizukulwaneni zenu lowo, kwiindawo zonke enihlala kuzo, kuse kwixesha elingenammiselo, ukuba: Nimele ningadli nqatha nagazi+ konke konke.’”
8 “‘Makawasuse onke amanqatha enkunzi yenkomo yomnikelo wesono, umhlehlo ogubungele amathumbu, namanqatha onke asemathunjini,+
9 Kuba ukuzondelela indlu yakho ngokupheleleyo kundidlile,+Ungcikivo lwabo bakungcikivayo luphezu kwam.+