IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 19:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Yena ke wathi: “Bendinekhwele ngokupheleleyo+ ngoYehova uTHIXO wemikhosi; kuba oonyana bakaSirayeli bawushiyile umnqophiso wakho,+ bazichithile izibingelelo zakho,+ nabaprofeti bakho bababulele ngekrele,+ kangangokuba ndim kuphela oseleyo;+ ibe baqalise ukufuna umphefumlo wam ukuze bawuthabathe.”+

  • INdumiso 119:139
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 139 Ikhwele lam lindigqibile,+

      Ngenxa yokuba iintshaba zam ziwalibele amazwi akho.+

  • Mateyu 21:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Waza uYesu wangena etempileni, waphosa phandle bonke abo babethengisa nababethenga etempileni, wazibhukuqa iitafile zabatshintshi bemali nezihlalo ezide zabo babethengisa amahobe.+

  • Marko 11:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Bafika eYerusalem. Apho wangena etempileni waza waqala ukubaphosa ngaphandle abo babethengisa nababethenga etempileni, kwaye wazibhukuqa iitafile zabatshintshi bemali nezihlalo ezide zabo babethengisa amahobe;+

  • Yohane 2:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Abafundi bakhe bakhumbula ukuba kubhaliwe kwathiwa: “Ukuzondelela indlu yakho kuya kundidla.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share