INdumiso 51:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Owu Yehova, ngamana ungayivula le milebe yam,+Ukuze umlomo wam uxele indumiso yakho.+ INdumiso 143:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ndifundise ukwenza ukuthanda kwakho,+Kuba wena unguThixo wam.+Umoya wakho ulungile;+Ngamana ungandikhokelela elizweni labathe tye.+ Isaya 50:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 INkosi enguMongami uYehova indinike ulwimi lwabafundileyo,+ ukuze ndiyazi indlela yokuphendula odiniweyo ngelizwi.+ Iyandivusa iintsasa ngeentsasa; iyayivusa indlebe yam ukuze ive njengabafundileyo.+ Marko 13:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Xa ke besiya kuninikela, musani ukuyixhalela kwangaphambili into eniya kuyithetha;+ kodwa nakuphi na enikunikwayo ngelo lixa, thethani kona, kuba asinini abo bathethayo, kodwa ngumoya oyingcwele.+ Luka 12:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 kuba umoya oyingcwele+ uya kunifundisa kanye ngelo lixa izinto enifanele nizitsho.”+
10 Ndifundise ukwenza ukuthanda kwakho,+Kuba wena unguThixo wam.+Umoya wakho ulungile;+Ngamana ungandikhokelela elizweni labathe tye.+
4 INkosi enguMongami uYehova indinike ulwimi lwabafundileyo,+ ukuze ndiyazi indlela yokuphendula odiniweyo ngelizwi.+ Iyandivusa iintsasa ngeentsasa; iyayivusa indlebe yam ukuze ive njengabafundileyo.+
11 Xa ke besiya kuninikela, musani ukuyixhalela kwangaphambili into eniya kuyithetha;+ kodwa nakuphi na enikunikwayo ngelo lixa, thethani kona, kuba asinini abo bathethayo, kodwa ngumoya oyingcwele.+