Eksodus 40:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Landula ilifu+ layigubungela intente yokuhlangana, bathi nobuqaqawuli bukaYehova bawuzalisa umnquba. Numeri 12:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Emva koko wehla uYehova ngomqulu welifu,+ wema esangweni lentente waza wabiza uAron noMiriyam. Baphuma bobabini. 1 Kumkani 8:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kwaye ababingeleli+ abazange bakwazi ukuma ukuze balungiselele+ ngenxa yelifu, kuba ubuqaqawuli+ bukaYehova bazalisa indlu kaYehova.+
34 Landula ilifu+ layigubungela intente yokuhlangana, bathi nobuqaqawuli bukaYehova bawuzalisa umnquba.
5 Emva koko wehla uYehova ngomqulu welifu,+ wema esangweni lentente waza wabiza uAron noMiriyam. Baphuma bobabini.
11 Kwaye ababingeleli+ abazange bakwazi ukuma ukuze balungiselele+ ngenxa yelifu, kuba ubuqaqawuli+ bukaYehova bazalisa indlu kaYehova.+