Eksodus 25:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ndiya kuhlangana nawe khona ndithethe kuwe ndiphezu kwesigubungelo,+ phakathi kweekherubhi zombini eziphezu kwetyeya yesingqino, ngako konke endiya kukuyalela kona koonyana bakaSirayeli.+
22 Ndiya kuhlangana nawe khona ndithethe kuwe ndiphezu kwesigubungelo,+ phakathi kweekherubhi zombini eziphezu kwetyeya yesingqino, ngako konke endiya kukuyalela kona koonyana bakaSirayeli.+