Eksodus 30:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Uze usibeke phambi kwekhuselo elikufuphi netyeya yesingqino,+ phambi kwesigubungelo esiphezu kweSingqino, apho ndiya kuhlangana nawe khona.+ Levitikus 16:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Wathi uYehova kuMoses: “Thetha kuAron umntakwenu, ukuba angangeni ngamaxesha onke endaweni engcwele+ ngaphakathi kwekhuselo,+ phambi kwesigubungelo esiphezu kweTyeya, ukuze angafi;+ kuba ndiya kubonakala efini+ phezu kwesigubungelo.+ Numeri 7:89 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 89 Wayesithi ke ngoko nanini na uMoses akungena ententeni yokuhlangana ukuze athethe naye,+ eve ilizwi lithetha kuye livela ngasentla kwesigubungelo+ esasiphezu kwetyeya yesingqino, phakathi kweekherubhi ezimbini;+ yaye wayethetha naye. ABagwebi 20:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Emva koko oonyana bakaSirayeli babuza kuYehova,+ njengoko ityeya yomnqophiso+ kaTHIXO oyinyaniso yayilapho ngaloo mihla. INdumiso 80:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 80 Owu Malusi kaSirayeli, beka indlebe,+Wena uqhuba uYosefu njengomhlambi.+Owu wena uhleli phezu kweekherubhi,+ qaqamba.+
6 Uze usibeke phambi kwekhuselo elikufuphi netyeya yesingqino,+ phambi kwesigubungelo esiphezu kweSingqino, apho ndiya kuhlangana nawe khona.+
2 Wathi uYehova kuMoses: “Thetha kuAron umntakwenu, ukuba angangeni ngamaxesha onke endaweni engcwele+ ngaphakathi kwekhuselo,+ phambi kwesigubungelo esiphezu kweTyeya, ukuze angafi;+ kuba ndiya kubonakala efini+ phezu kwesigubungelo.+
89 Wayesithi ke ngoko nanini na uMoses akungena ententeni yokuhlangana ukuze athethe naye,+ eve ilizwi lithetha kuye livela ngasentla kwesigubungelo+ esasiphezu kwetyeya yesingqino, phakathi kweekherubhi ezimbini;+ yaye wayethetha naye.
27 Emva koko oonyana bakaSirayeli babuza kuYehova,+ njengoko ityeya yomnqophiso+ kaTHIXO oyinyaniso yayilapho ngaloo mihla.
80 Owu Malusi kaSirayeli, beka indlebe,+Wena uqhuba uYosefu njengomhlambi.+Owu wena uhleli phezu kweekherubhi,+ qaqamba.+