IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Samuweli 6:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Wandula ke uDavide nabo bonke abantu ababenaye besuka baza baya eBhahale-yuda+ ukuze bayinyuse beyisusa apho ityeya+ kaTHIXO oyinyaniso, apho libizwa khona igama, igama+ likaYehova wemikhosi,+ ohleli phezu kweekherubhi.+

  • 2 Kumkani 19:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 UHezekiya wathandaza+ phambi koYehova esithi: “Owu Yehova THIXO kaSirayeli,+ ohleli phezu kweekherubhi,+ nguwe wedwa onguTHIXO oyinyaniso kuzo zonke izikumkani+ zomhlaba.+ Nguwe owenza amazulu+ nomhlaba.+

  • Isaya 37:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 “Owu Yehova wemikhosi, THIXO kaSirayeli,+ ohleli phezu kweekherubhi, nguwe wedwa uTHIXO oyinyaniso kuzo zonke izikumkani zomhlaba.+ Nguwe owenze amazulu nomhlaba.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share