IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 30:34
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 34 Wahlabela mgama wathi uYehova kuMoses: “Zithabathele ubulawu:+ amafutha estorakisi neonika negalebhana yobulawu nentlaka yokuqhumisa esulungekileyo.+ Mazibe yimilinganiselo elinganayo.

  • 2 Kronike 13:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Yaye baqhumisa umnikelo otshiswayo kuYehova rhoqo kusasa nangokuhlwa+ kwanesiqhumiso sobulawu;+ kwanesonka esicwangciswe kakuhle phezu kwetafile yegolide esulungekileyo,+ kukho nesiphatho sezibane segolide+ nezibane zazo ukukhanyisa iingokuhlwa zonke;+ ngenxa yokuba thina sigcina imbopheleko+ yethu kuYehova uThixo wethu, kodwa nina nimshiyile.+

  • ISityhilelo 8:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Yaye umsi wesiqhumiso wenyuka esandleni sengelosi leyo kunye nemithandazo+ yabo bangcwele phambi koThixo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share