Eksodus 30:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 UAron makacamagushele iimpondo zaso kube kanye ngonyaka.+ Asicamagushele ngenxalenye yegazi lomnikelo wesono+ lokucamagusha kube kanye ngonyaka, ezizukulwaneni zenu. Sisesona singcwele kuYehova.” Levitikus 16:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Kuba ngaloo mhla niya kucanyagushelwa+ ukuze nihlambuluke. Niya kuhlambuluka ke ezonweni zenu zonke phambi koYehova.+ Levitikus 25:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Uze uvakalise isandi esikhulu sesigodlo+ ngenyanga yesixhenxe ngolweshumi enyangeni leyo;+ ngomhla wocamagushelo+ nosivakalisa isigodlo ezweni lenu lonke. 1 Yohane 1:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Noko ke, ukuba sihamba ekukhanyeni njengoko yena ngokwakhe esekukhanyeni,+ soba sinokwabelana omnye nomnye,+ lithi negazi+ likaYesu uNyana wakhe lisihlambulule+ kuso sonke isono.+
10 UAron makacamagushele iimpondo zaso kube kanye ngonyaka.+ Asicamagushele ngenxalenye yegazi lomnikelo wesono+ lokucamagusha kube kanye ngonyaka, ezizukulwaneni zenu. Sisesona singcwele kuYehova.”
30 Kuba ngaloo mhla niya kucanyagushelwa+ ukuze nihlambuluke. Niya kuhlambuluka ke ezonweni zenu zonke phambi koYehova.+
9 Uze uvakalise isandi esikhulu sesigodlo+ ngenyanga yesixhenxe ngolweshumi enyangeni leyo;+ ngomhla wocamagushelo+ nosivakalisa isigodlo ezweni lenu lonke.
7 Noko ke, ukuba sihamba ekukhanyeni njengoko yena ngokwakhe esekukhanyeni,+ soba sinokwabelana omnye nomnye,+ lithi negazi+ likaYesu uNyana wakhe lisihlambulule+ kuso sonke isono.+