IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 28:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Uze umenzele izambatho ezingcwele uAron umntakwenu, ukuze abe nozuko nomfaneleko.+

  • Eksodus 28:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 “Uze ulwenze ubengo lwesigwebo+ ngokwengcibi yokuluka. Ulwenze njengokwenziwa kwe-efodi. Ulwenze ngegolide, nangemisonto eluhlaza nangoboya obudaywe bamfusa bubomvu nangomchako omfusa nangelinen ecikizekileyo ephothiweyo.+

  • Eksodus 39:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 39 Ngemisonto eluhlaza nangoboya obudaywe bamfusa bubomvu nangomchako omfusa+ benza izambatho+ ezinithiweyo zokulungiselela endaweni engcwele.+ Bazenza ke izambatho ezingcwele+ zika-Aron, kanye njengoko uYehova wamyalelayo uMoses.

  • Eksodus 39:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Benzela uAron noonyana bakhe imiwunduzo yelinen ecikizekileyo,+ bayiluka,

  • Levitikus 8:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Emva koko wamnxibisa umwunduzo,+ wambhinqisa umbhinqo,+ wamambesa nesambatho esingenamikhono,+ wamnxibisa iefodi+ waza wambhinqisa umbhinqo+ we-efodi, wayibopha ntshi ngawo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share