Duteronomi 5:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 “‘Gcina umhla wesabatha, uwungcwalise, kanye njengoko wakuyalelayo uYehova uThixo wakho,+ Isaya 56:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Unoyolo umntu ofayo okwenzayo oku,+ nonyana womntu obambelela kuko,+ ogcina isabatha ukuze angayihlambeli,+ nosigcinayo isandla sakhe ukuze angenzi naluphi na uhlobo lobubi.+
2 Unoyolo umntu ofayo okwenzayo oku,+ nonyana womntu obambelela kuko,+ ogcina isabatha ukuze angayihlambeli,+ nosigcinayo isandla sakhe ukuze angenzi naluphi na uhlobo lobubi.+