IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Nehemiya 13:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Ngaloo mihla ndabona kwaYuda abantu bexovula izixovulelo zewayini ngesabatha+ yaye besizisa amazala, bewakhwelisa+ kumaesile,+ newayini, neediliya namakhiwane+ nalo lonke uhlobo lomthwalo, beyizisa eYerusalem ngomhla wesabatha;+ ndaza ndanikela ubungqina ngabo ngemini yokuthengisa kwabo izixhaso.

  • Isaya 58:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 “Ukuba ngenxa yesabatha uya kulubuyisa unyawo lwakho ngokubhekisele ekwenzeni oko kuyolisa wena ngomhla wam ongcwele,+ yaye okunene uya kuyibiza isabatha ngokuba luyolo olugqibeleleyo, umhla ongcwele kaYehova, ozukiswayo,+ kwaye okunene uya kuyizukisa kunokuba wenze ezakho iindlela, kunokuba ufumane okuyolisa wena uze uthethe ilizwi;

  • Hebhere 4:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Ngoko abantu bakaThixo+ basasalelwe luphumlo lwesabatha.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share