Eksodus 35:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Nosebenza imihla emithandathu,+ kodwa wona umhla wesixhenxe woba yingcwele kuni, isabatha yophumlo olupheleleyo kuYehova. Nabani na owenza umsebenzi ngayo wobulawa.+ Numeri 15:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Ngoxa oonyana bakaSirayeli babesesentlango, bafumana umntu etheza iinkuni ngomhla wesabatha.+ Numeri 15:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Ekuhambeni kwexesha wathi uYehova kuMoses: “Makabulawe+ afe loo mntu, imgibisele indibano iphela ngamatye ngaphandle kwenkampu.”+
2 Nosebenza imihla emithandathu,+ kodwa wona umhla wesixhenxe woba yingcwele kuni, isabatha yophumlo olupheleleyo kuYehova. Nabani na owenza umsebenzi ngayo wobulawa.+
35 Ekuhambeni kwexesha wathi uYehova kuMoses: “Makabulawe+ afe loo mntu, imgibisele indibano iphela ngamatye ngaphandle kwenkampu.”+