IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 31:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Yaye nimele niyigcine isabatha, kuba ingcwele kuni.+ Lowo uyihlambelayo wobulawa afe.+ Ukuba kukho nabani na owenza umsebenzi ngayo, loo mphefumlo mawunqunyulwe ebantwini bakowawo.+

  • Numeri 15:32
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 32 Ngoxa oonyana bakaSirayeli babesesentlango, bafumana umntu etheza iinkuni ngomhla wesabatha.+

  • Numeri 15:35
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 35 Ekuhambeni kwexesha wathi uYehova kuMoses: “Makabulawe+ afe loo mntu, imgibisele indibano iphela ngamatye ngaphandle kwenkampu.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share