Eksodus 24:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Wathi uYehova kuMoses: “Nyuka uze kum entabeni, uhlale khona, ndothi ke ndikunike amacwecwe amatye nomthetho kwanomyalelo endowubhalela ukuze bafundiswe ngayo.”+ Eksodus 32:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Emva koko wajika uMoses waza wehla entabeni+ enamacwecwe omabini eSingqino+ esandleni sakhe, amacwecwe lawo ebhalwe macala omabini. Ebhalwe ngapha nangapha. Duteronomi 4:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Wanixelela umnqophiso wakhe,+ awaniyalela ukuba niwenze—aMazwi Alishumi,+ waza emva koko wawabhala emacwecweni amabini amatye.+ Duteronomi 9:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 “Emva koko ndajika ndehla entabeni, ngoxa intaba yayisitsha ngumlilo;+ yaye amacwecwe omabini omnqophiso esezandleni zam zozibini.+
12 Wathi uYehova kuMoses: “Nyuka uze kum entabeni, uhlale khona, ndothi ke ndikunike amacwecwe amatye nomthetho kwanomyalelo endowubhalela ukuze bafundiswe ngayo.”+
15 Emva koko wajika uMoses waza wehla entabeni+ enamacwecwe omabini eSingqino+ esandleni sakhe, amacwecwe lawo ebhalwe macala omabini. Ebhalwe ngapha nangapha.
13 Wanixelela umnqophiso wakhe,+ awaniyalela ukuba niwenze—aMazwi Alishumi,+ waza emva koko wawabhala emacwecweni amabini amatye.+
15 “Emva koko ndajika ndehla entabeni, ngoxa intaba yayisitsha ngumlilo;+ yaye amacwecwe omabini omnqophiso esezandleni zam zozibini.+