Eksodus 34:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Wandula wathi: “Ukuba ndikholekile emehlweni akho, Yehova, nceda uhambe phakathi kwethu,+ kuba esi sizwana sintamo-lukhuni,+ ngoko ke sixolele isiphoso sethu nesono sethu,+ usenze ilifa lakho.”+ Duteronomi 9:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Yazi ke ukuba akungabulungisa bakho le nto uYehova uThixo wakho akunikayo eli lizwe lihle ukuba ulidle ilifa; ngokuba usisizwana esintamo-lukhuni.+ Nehemiya 9:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 “Kwaye bona ookhokho bethu, bakhukhumala+ bayenza lukhuni intamo yabo,+ yaye abazange bayiphulaphule imiyalelo yakho. IZenzo 7:51 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 51 “Bantundini baneenkani nabangalukileyo ngeentliziyo+ neendlebe, nisoloko niwuxhathisa umoya oyingcwele; kanye njengoko ookhokho benu benjenjalo, nani nenjenjalo.+ Hebhere 3:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 ngoxa kusithiwa: “Namhlanje ukuba niyaliphulaphula ilizwi lakhe,+ musani ukuzenza lukhuni iintliziyo zenu njengaxa bavuselela umsindo wakhe okrakra.”+
9 Wandula wathi: “Ukuba ndikholekile emehlweni akho, Yehova, nceda uhambe phakathi kwethu,+ kuba esi sizwana sintamo-lukhuni,+ ngoko ke sixolele isiphoso sethu nesono sethu,+ usenze ilifa lakho.”+
6 Yazi ke ukuba akungabulungisa bakho le nto uYehova uThixo wakho akunikayo eli lizwe lihle ukuba ulidle ilifa; ngokuba usisizwana esintamo-lukhuni.+
16 “Kwaye bona ookhokho bethu, bakhukhumala+ bayenza lukhuni intamo yabo,+ yaye abazange bayiphulaphule imiyalelo yakho.
51 “Bantundini baneenkani nabangalukileyo ngeentliziyo+ neendlebe, nisoloko niwuxhathisa umoya oyingcwele; kanye njengoko ookhokho benu benjenjalo, nani nenjenjalo.+
15 ngoxa kusithiwa: “Namhlanje ukuba niyaliphulaphula ilizwi lakhe,+ musani ukuzenza lukhuni iintliziyo zenu njengaxa bavuselela umsindo wakhe okrakra.”+