Yeremiya 15:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Waza wathi uYehova kum: “Ukuba uMoses+ noSamuweli+ bebemi phambi kwam, umphefumlo wam ubungayi kuba ngakwesi sizwana.+ Besiya kundululwa simke phambi kobuso bam, ukuze siphume.+ Hezekile 18:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Khangela! Yonke imiphefumlo—yeyam.+ Njengoko unjalo umphefumlo+ woyise unjalo nomphefumlo wonyana—yeyam yomibini.+ Umphefumlo owonayo+—kuya kufa wona.+
15 Waza wathi uYehova kum: “Ukuba uMoses+ noSamuweli+ bebemi phambi kwam, umphefumlo wam ubungayi kuba ngakwesi sizwana.+ Besiya kundululwa simke phambi kobuso bam, ukuze siphume.+
4 Khangela! Yonke imiphefumlo—yeyam.+ Njengoko unjalo umphefumlo+ woyise unjalo nomphefumlo wonyana—yeyam yomibini.+ Umphefumlo owonayo+—kuya kufa wona.+