IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 7:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 “Xa athe uYehova uThixo wakho ekugqibeleni wakungenisa kulo ilizwe oya kulo ukuba ulidle ilifa,+ uya kususa iintlanga ezininzi phambi kwakho,+ amaHiti+ namaGirgashi+ nama-Amori+ namaKanan+ namaPerizi+ namaHivi+ namaYebhusi,+ iintlanga ezisixhenxe ezininzi nezinamandla kunawe.+

  • Duteronomi 7:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 “UYehova uThixo wakho uya kuzishenxisa ngokuthe ngcembe ezi ntlanga phambi kwakho.+ Akuyi kuvunyelwa ukuba uziphelise ngokukhawuleza, kuba hleze ande aze akongamele amarhamncwa asendle.

  • Yoshuwa 24:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 “‘Naza nawela iYordan+ naya kufika eYeriko.+ Kwaye abanini-mhlaba eYeriko, ama-Amori namaPerizi namaKanan namaHiti namaGirgashi, amaHivi namaYebhusi alwa nani; kodwa ndawanikela esandleni senu.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share