IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 3:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ndihlile ke ukuze ndibahlangule esandleni samaYiputa+ ndize ndibanyuse baphume kwelo lizwe, baye ezweni elilungileyo neliphangaleleyo, ezweni eliqukuqela ubisi nobusi,+ endaweni yamaKanan namaHiti nama-Amori namaPerizi namaHivi namaYebhusi.+

  • Duteronomi 8:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Kuba uYehova uThixo wakho ukungenisa ezweni elihle,+ ezweni leentlambo zamanzi, lemithombo namanzi anzongonzongo aphuma ethafeni elisentlanjeni+ nakummandla weentaba,

  • Yoshuwa 5:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Kuba oonyana bakaSirayeli bahamba entlango iminyaka engamashumi amane,+ de lwaphela lonke uhlanga lwamadoda emfazwe aphuma eYiputa lawo angazange aliphulaphule ilizwi likaYehova, lawo uYehova wafungayo ukuba wayengayi kuwavumela alibone ilizwe+ uYehova awafungayo kookhokho bawo ukusinika lona,+ ilizwe eliqukuqela ubisi nobusi.+

  • Yeremiya 11:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 ngenjongo yokuphumeza isifungo endasifungela ookhokho benu,+ ukubanika ilizwe eliqukuqela ubisi nobusi,+ njengakule mini.’”’”

      Ndaphendula ke ndathi: “Amen, Yehova.”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share