IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 3:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ndihlile ke ukuze ndibahlangule esandleni samaYiputa+ ndize ndibanyuse baphume kwelo lizwe, baye ezweni elilungileyo neliphangaleleyo, ezweni eliqukuqela ubisi nobusi,+ endaweni yamaKanan namaHiti nama-Amori namaPerizi namaHivi namaYebhusi.+

  • Numeri 13:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Amxelela athi: “Singenile kwelo lizwe ubusithume kulo, kwaye eneneni liqukuqela ubisi nobusi,+ nazi neziqhamo zalo.+

  • Duteronomi 27:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Uze ubhale kuwo onke amazwi alo mthetho+ wakuba uwelile,+ ukuze ungene kulo ilizwe akunika lona uYehova uThixo wakho, ilizwe eliqukuqela ubisi nobusi, njengoko uYehova uThixo wookhokho benu ethethile kuni.+

  • Hezekile 20:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Ngaloo mini ndasiphakamisa isandla sam+ ndibafungela ukuze ndibakhuphe kwilizwe laseYiputa ndibase kwilizwe endandibahlolele lona, eliqukuqela ubisi nobusi.+ Lalingumhombiso emazweni onke.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share