IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 32:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Wahlabela mgama uYehova wathi kuMoses: “Ndisikhangele esi sizwana, uyabona, sisizwana esintamo-lukhuni.+

  • Duteronomi 9:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Yazi ke ukuba akungabulungisa bakho le nto uYehova uThixo wakho akunikayo eli lizwe lihle ukuba ulidle ilifa; ngokuba usisizwana esintamo-lukhuni.+

  • IZenzo 7:51
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 51 “Bantundini baneenkani nabangalukileyo ngeentliziyo+ neendlebe, nisoloko niwuxhathisa umoya oyingcwele; kanye njengoko ookhokho benu benjenjalo, nani nenjenjalo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share