Yoshuwa 21:44 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 44 Ngapha koko, uYehova wabanika ukuphumla+ entweni yonke, kuko konke awayekufungile+ kookhokho babo, kwaye akukho nalunye kwiintshaba zabo olwema phambi kwabo.+ UYehova wazinikela esandleni sabo zonke iintshaba zabo.+ Yoshuwa 23:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Kwathi kwiintsuku ezininzi emva kokuba uYehova emnikile uSirayeli ukuphumla+ ezintshabeni zakhe zonke macala onke, xa uYoshuwa wayesele emdala neentsuku zihambile kuye,+ Yeremiya 6:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Utsho uYehova ukuthi: “Yimani ngxi ezindleleni, nize nibone, nibuzise ngeendlela zakudala, apho ngoku, ikhoyo indlela elungileyo;+ nize nihambe kuyo,+ niyifumanele ukonwaba imiphefumlo yenu.”+ Kodwa bathi: “Asizi kuhamba.”+
44 Ngapha koko, uYehova wabanika ukuphumla+ entweni yonke, kuko konke awayekufungile+ kookhokho babo, kwaye akukho nalunye kwiintshaba zabo olwema phambi kwabo.+ UYehova wazinikela esandleni sabo zonke iintshaba zabo.+
23 Kwathi kwiintsuku ezininzi emva kokuba uYehova emnikile uSirayeli ukuphumla+ ezintshabeni zakhe zonke macala onke, xa uYoshuwa wayesele emdala neentsuku zihambile kuye,+
16 Utsho uYehova ukuthi: “Yimani ngxi ezindleleni, nize nibone, nibuzise ngeendlela zakudala, apho ngoku, ikhoyo indlela elungileyo;+ nize nihambe kuyo,+ niyifumanele ukonwaba imiphefumlo yenu.”+ Kodwa bathi: “Asizi kuhamba.”+