Eksodus 33:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ngoko wathi: “Mna ngenkqu ndiya kuhamba nawe,+ yaye ngokuqinisekileyo ndiya kukunika ukuphumla.”+ Levitikus 26:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ndiya kumisa uxolo kwelo lizwe,+ nilale kungabikho bani uningcangcazelisayo;+ ndiwaphelise amarhamncwa enzakalisayo ezweni elo,+ nekrele lingadluli ezweni lenu.+ Yoshuwa 21:44 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 44 Ngapha koko, uYehova wabanika ukuphumla+ entweni yonke, kuko konke awayekufungile+ kookhokho babo, kwaye akukho nalunye kwiintshaba zabo olwema phambi kwabo.+ UYehova wazinikela esandleni sabo zonke iintshaba zabo.+
6 Ndiya kumisa uxolo kwelo lizwe,+ nilale kungabikho bani uningcangcazelisayo;+ ndiwaphelise amarhamncwa enzakalisayo ezweni elo,+ nekrele lingadluli ezweni lenu.+
44 Ngapha koko, uYehova wabanika ukuphumla+ entweni yonke, kuko konke awayekufungile+ kookhokho babo, kwaye akukho nalunye kwiintshaba zabo olwema phambi kwabo.+ UYehova wazinikela esandleni sabo zonke iintshaba zabo.+