IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 106:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Bazibandakanya noBhahali wasePehore+

      Badla imibingelelo yabafileyo.+

  • Hezekile 18:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 akadlela+ ezintabeni+ namehlo akhe akawaphakamisela kwizithixo ezinezothe zendlu kaSirayeli,+ nomfazi weqabane lakhe akamenza inqambi,+ akasondela nasemfazini ekungcoleni kwakhe;+

  • 2 Korinte 6:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Musani ukubotshwa edyokhweni kunye nabangakholwayo.+ Kuba bunabubudlelane buni na ubulungisa nokuchas’ umthetho?+ Okanye kunakwabelana kuni na ukukhanya nobumnyama?+

  • ISityhilelo 2:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 “‘Noko ke, ndinoku nxamnye nawe, kokuba umnyamezela laa mfazi uIzebhele,+ ozibiza ngokuthi ungumprofetikazi, efundisa+ aze alahlekise amakhoboka am+ ukuba ahenyuze,+ atye izinto ezibingelelwe kwizithixo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share