1 Kumkani 16:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Yaye, ngokungathi yeyona nto ingenamsebenzi+ kuye ukuhamba ezonweni zikaYerobhoham+ unyana kaNebhati, wathabatha uIzebhele+ intombi kaEtebhahali ukumkani wamaSidon+ wamenza umfazi+ wakhe waza waqalisa ukuya kukhonza uBhahali+ nokuqubuda kuye. 2 Kumkani 9:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kwathi kamsinya nje uYehoram akumbona uYehu, ngoko nangoko wathi: “Luxolo na, Yehu?” Kodwa yena wathi: “Lungakho njani uxolo+ lo gama kusekho uhenyuzo lukaIzebhele+ unyoko nokukhafula kwakhe okuninzi?”+
31 Yaye, ngokungathi yeyona nto ingenamsebenzi+ kuye ukuhamba ezonweni zikaYerobhoham+ unyana kaNebhati, wathabatha uIzebhele+ intombi kaEtebhahali ukumkani wamaSidon+ wamenza umfazi+ wakhe waza waqalisa ukuya kukhonza uBhahali+ nokuqubuda kuye.
22 Kwathi kamsinya nje uYehoram akumbona uYehu, ngoko nangoko wathi: “Luxolo na, Yehu?” Kodwa yena wathi: “Lungakho njani uxolo+ lo gama kusekho uhenyuzo lukaIzebhele+ unyoko nokukhafula kwakhe okuninzi?”+