Eksodus 34:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “Kugcine oko ndikuyalela kona namhlanje.+ Yabona ndowagxotha phambi kwakho ama-Amori namaKanan namaHiti namaPerizi namaHivi namaYebhusi.+ Yoshuwa 24:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 “‘Ekugqibeleni ndanizisa kwilizwe lama-Amori awayehleli ngaphesheya kweYordan, yaye alwa nani.+ Ndawanikela esandleni senu ukuze ilizwe lawo libe lilifa kuni, kwaye ndawabhubhisa phambi kwenu.+
11 “Kugcine oko ndikuyalela kona namhlanje.+ Yabona ndowagxotha phambi kwakho ama-Amori namaKanan namaHiti namaPerizi namaHivi namaYebhusi.+
8 “‘Ekugqibeleni ndanizisa kwilizwe lama-Amori awayehleli ngaphesheya kweYordan, yaye alwa nani.+ Ndawanikela esandleni senu ukuze ilizwe lawo libe lilifa kuni, kwaye ndawabhubhisa phambi kwenu.+