2 Korinte 8:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ukuba umntu unolangazelelo kuqala, umnikelo wakhe wamkeleka ngakumbi ngokoko anako,+ kungekhona ngokoko angenako. 2 Korinte 9:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngamnye makenze kanye njengoko egqibile entliziyweni yakhe, kungekhona ngokukrokra+ okanye ngokunyanzelwa, kuba uThixo uthanda umphi ochwayitileyo.+
12 Ukuba umntu unolangazelelo kuqala, umnikelo wakhe wamkeleka ngakumbi ngokoko anako,+ kungekhona ngokoko angenako.
7 Ngamnye makenze kanye njengoko egqibile entliziyweni yakhe, kungekhona ngokukrokra+ okanye ngokunyanzelwa, kuba uThixo uthanda umphi ochwayitileyo.+