IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 31:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Yabona! mna ndityumbe kunye naye uOholiyabhi unyana ka-Ahisamaki wesizwe sakwaDan,+ nasentliziyweni yakhe wonk’ ubani olumkileyo entliziyweni ndibeke ubulumko, ukuze bazenze ngokwenene zonke izinto endikuyalele ngazo:+

  • Eksodus 36:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 36 “Wosebenza ke uBhetsaleli, no-Oholiyabhi+ namadoda onke antliziyo zilumkileyo awanikileyo uYehova ubulumko+ nokuqonda+ kwezi zinto, ukuba akwazi ukuyenza yonke imisebenzi yenkonzo engcwele ngako konke akuyaleleyo uYehova.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share