Eksodus 28:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Wothetha ke wena kubo bonke abantliziyo zilumkileyo endibazalise ngomoya wobulumko,+ bazenze izambatho zika-Aron zokumngcwalisa, abe ngumbingeleli kum.+ Eksodus 31:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Yabona! mna ndityumbe kunye naye uOholiyabhi unyana ka-Ahisamaki wesizwe sakwaDan,+ nasentliziyweni yakhe wonk’ ubani olumkileyo entliziyweni ndibeke ubulumko, ukuze bazenze ngokwenene zonke izinto endikuyalele ngazo:+ Eksodus 35:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 “‘Bonke abantliziyo zilumkileyo+ kuni mabeze baze bakwenze konke akuyaleleyo uYehova,
3 Wothetha ke wena kubo bonke abantliziyo zilumkileyo endibazalise ngomoya wobulumko,+ bazenze izambatho zika-Aron zokumngcwalisa, abe ngumbingeleli kum.+
6 Yabona! mna ndityumbe kunye naye uOholiyabhi unyana ka-Ahisamaki wesizwe sakwaDan,+ nasentliziyweni yakhe wonk’ ubani olumkileyo entliziyweni ndibeke ubulumko, ukuze bazenze ngokwenene zonke izinto endikuyalele ngazo:+