IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 16:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Wathi uYehova kuMoses: “Thetha kuAron umntakwenu, ukuba angangeni ngamaxesha onke endaweni engcwele+ ngaphakathi kwekhuselo,+ phambi kwesigubungelo esiphezu kweTyeya, ukuze angafi;+ kuba ndiya kubonakala efini+ phezu kwesigubungelo.+

  • Levitikus 16:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 “Wothabatha egazini lenkunzi yenkomo,+ alitshize ngomnwe wakhe phambi kwesigubungelo kwicala elingasempuma, aze alitshize+ nangaphambi kwesigubungelo igazi elo ngomnwe wakhe izihlandlo ezisixhenxe.+

  • 1 Kronike 28:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 UDavide wanika uSolomon unyana wakhe iplani eyilwe ngobugcisa+ yeveranda+ nezindlu zayo noovimba bayo+ namagumbi ayo aseluphahleni+ namagumbi ayo angaphakathi amnyama nendlu yesigqubuthelo socamagushelo;+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share