Eksodus 7:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Aya kuthi ke azi ngokuqinisekileyo amaYiputa ukuba ndinguYehova ekusoluleni kwam isandla sam nxamnye neYiputa,+ ndibakhuphe ngokuqinisekileyo oonyana bakaSirayeli phakathi kwawo.”+ Eksodus 9:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kodwa, enyanisweni, ndikuyekile nje,+ kungenxa yokuze ndikubonise amandla am nokuze livakaliswe igama lam emhlabeni wonke.+ 1 Samuweli 25:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Wabaphendula ke uNabhali abakhonzi bakaDavide waza wathi: “Ngubani na uDavide,+ engubani na unyana kaYese? Kule mihla baye baba baninzi abakhonzi abaqhawulayo, ngamnye esuka phambi kwenkosi yakhe.+
5 Aya kuthi ke azi ngokuqinisekileyo amaYiputa ukuba ndinguYehova ekusoluleni kwam isandla sam nxamnye neYiputa,+ ndibakhuphe ngokuqinisekileyo oonyana bakaSirayeli phakathi kwawo.”+
16 Kodwa, enyanisweni, ndikuyekile nje,+ kungenxa yokuze ndikubonise amandla am nokuze livakaliswe igama lam emhlabeni wonke.+
10 Wabaphendula ke uNabhali abakhonzi bakaDavide waza wathi: “Ngubani na uDavide,+ engubani na unyana kaYese? Kule mihla baye baba baninzi abakhonzi abaqhawulayo, ngamnye esuka phambi kwenkosi yakhe.+