6 ngenxa yokuba lowo ungenangqiqo uya kuthetha izinto zokungabi nangqiqo,+ nentliziyo yakhe iya kusebenza okwenzakalisayo,+ ukuze isebenze uwexuko+ nokuthetha into etenxileyo ngoYehova, ukuze ibangele umphefumlo wolambileyo uhambe ulambatha,+ yaye ubangela nonxaniweyo ahambe engenanto yokusela.