Eksodus 31:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Yabona! mna ndityumbe kunye naye uOholiyabhi unyana ka-Ahisamaki wesizwe sakwaDan,+ nasentliziyweni yakhe wonk’ ubani olumkileyo entliziyweni ndibeke ubulumko, ukuze bazenze ngokwenene zonke izinto endikuyalele ngazo:+ Eksodus 35:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Ubeke entliziyweni yakhe ukuba afundise, yena kunye no-Oholiyabhi+ unyana ka-Ahisamaki wesizwe sakwaDan. Eksodus 36:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Wambiza ke uMoses uBhetsaleli no-Oholiyabhi namadoda onke antliziyo zilumkileyo, antliziyo uYehova wazinikayo ubulumko,+ onke lawo ayesondele ngokuqhutywa yintliziyo ukuba awenze umsebenzi.+
6 Yabona! mna ndityumbe kunye naye uOholiyabhi unyana ka-Ahisamaki wesizwe sakwaDan,+ nasentliziyweni yakhe wonk’ ubani olumkileyo entliziyweni ndibeke ubulumko, ukuze bazenze ngokwenene zonke izinto endikuyalele ngazo:+
34 Ubeke entliziyweni yakhe ukuba afundise, yena kunye no-Oholiyabhi+ unyana ka-Ahisamaki wesizwe sakwaDan.
2 Wambiza ke uMoses uBhetsaleli no-Oholiyabhi namadoda onke antliziyo zilumkileyo, antliziyo uYehova wazinikayo ubulumko,+ onke lawo ayesondele ngokuqhutywa yintliziyo ukuba awenze umsebenzi.+